Yoshuwa 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaba ngoko awathi uYoshuwa wathetha kuYehova ngemini uYehova awawanikela ngayo ama-Amori koonyana bakaSirayeli, kwaye wathi emehlweni kaSirayeli:“Langa,+ nqumama eGibheyon,+Nawe, nyanga, kwintili yaseAyalon.”+ Yoshuwa 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 iAyalon+ nedlelo layo, iGati-rimon+ nedlelo layo; izixeko ezine.
12 Kwaba ngoko awathi uYoshuwa wathetha kuYehova ngemini uYehova awawanikela ngayo ama-Amori koonyana bakaSirayeli, kwaye wathi emehlweni kaSirayeli:“Langa,+ nqumama eGibheyon,+Nawe, nyanga, kwintili yaseAyalon.”+