IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Waza uThixo wenza izikhanyiso ezibini ezikhulu, isikhanyiso esikhulu ngakumbi sokulawula imini nesikhanyiso esincinane kunaso sokulawula ubusuku, kwakunye neenkwenkwezi.+

  • 2 Kumkani 20:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wandula ke uHezekiya wathi: “Kuyinto elula ngesithunzi ukuzolula izinyuko ezilishumi, hayi ukuba isithunzi sibuyele umva izinyuko ezilishumi.”+

  • INdumiso 135:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Yonk’ into uYehova ayoliswe kukuyenza uyenzile+

      Emazulwini nasemhlabeni, kwiilwandle nasemanzini onke anzongonzongo.+

  • Isaya 38:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yabona, ndisibuyisela emva isithunzi sezinyuko esehlayo ngezinyuko zika-Ahazi ngelanga+ izinyuko ezilishumi.”’”+ Yaye ilanga labuya umva izinyuko ezilishumi kwizinyuko elalizihlile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share