Numeri 34:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ngawo la amagama amadoda aya kunahlulela ilizwe njengelifa, nguEleyazare+ umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun.+ Yoshuwa 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Oku koko oonyana bakaSirayeli bakuthabatha njengelifa kwilizwe laseKanan,+ oko uEleyazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun neentloko zooyise bezizwe zoonyana bakaSirayeli zabanika kona njelifa.+
17 “Ngawo la amagama amadoda aya kunahlulela ilizwe njengelifa, nguEleyazare+ umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun.+
14 Oku koko oonyana bakaSirayeli bakuthabatha njengelifa kwilizwe laseKanan,+ oko uEleyazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun neentloko zooyise bezizwe zoonyana bakaSirayeli zabanika kona njelifa.+