Genesis 24:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Emva koko badla basela, yena namadoda awayekunye naye, yaye balalisa khona apho baza bavuka kusasa. Waza ke wathi: “Ndindululeni ndiye enkosini yam.”+ Roma 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yabelanani nabo bangcwele ngokweemfuno zabo.+ Landelani ikhondo lokubuk’ iindwendwe.+ Hebhere 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Musani ukulibala ukubuk’ iindwendwe,+ kuba ngako bambi, bengazi bona, baye bamkela iingelosi.+
54 Emva koko badla basela, yena namadoda awayekunye naye, yaye balalisa khona apho baza bavuka kusasa. Waza ke wathi: “Ndindululeni ndiye enkosini yam.”+