Genesis 24:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaya ke indoda leyo endlwini, waza yena wazikhulula iinkamela, wazinika iindiza nokutya kwazo iinkamela, wayinika amanzi okuhlamba iinyawo zayo neenyawo zamadoda awayekunye nayo.+ Genesis 43:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yandula ke loo ndoda yawangenisa amadoda lawo endlwini kaYosefu yaza yawanika amanzi okuhlamba iinyawo,+ yanika namaesile awo into yokutya.+
32 Yaya ke indoda leyo endlwini, waza yena wazikhulula iinkamela, wazinika iindiza nokutya kwazo iinkamela, wayinika amanzi okuhlamba iinyawo zayo neenyawo zamadoda awayekunye nayo.+
24 Yandula ke loo ndoda yawangenisa amadoda lawo endlwini kaYosefu yaza yawanika amanzi okuhlamba iinyawo,+ yanika namaesile awo into yokutya.+