ABagwebi 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko yamzisa endlwini+ yayo yaza yaphosa umgrayo kwiinkunzi zamaesile.+ Baza bahlamba iinyawo zabo,+ badla, basela. Luka 7:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngako oko waphethukela emfazini waza wathi kuSimon: “Uyambona na lo mfazi? Ndingene endlwini yakho; akundinikanga manzi+ eenyawo zam. Kodwa lo mfazi umanzise iinyawo zam ngeenyembezi zakhe waza wazisula ngeenwele zakhe. 1 Timoti 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 odume ngemisebenzi emihle,+ njengokuba nengqeqesho ebantwaneni,+ ukwamkela abasemzini,+ ukuhlamba iinyawo zabangcwele,+ ukunceda abasembandezelweni,+ nokukhuthalela yonke imisebenzi elungileyo.+
21 Ngoko yamzisa endlwini+ yayo yaza yaphosa umgrayo kwiinkunzi zamaesile.+ Baza bahlamba iinyawo zabo,+ badla, basela.
44 Ngako oko waphethukela emfazini waza wathi kuSimon: “Uyambona na lo mfazi? Ndingene endlwini yakho; akundinikanga manzi+ eenyawo zam. Kodwa lo mfazi umanzise iinyawo zam ngeenyembezi zakhe waza wazisula ngeenwele zakhe.
10 odume ngemisebenzi emihle,+ njengokuba nengqeqesho ebantwaneni,+ ukwamkela abasemzini,+ ukuhlamba iinyawo zabangcwele,+ ukunceda abasembandezelweni,+ nokukhuthalela yonke imisebenzi elungileyo.+