ABagwebi 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngenxa yoko baphambukela apho ukuze bangene balalise eGibheya. Kwaye bangena baza bahlala phantsi kwindawo yembutho yesixeko, akwabakho mntu ubamkelela endlwini ukuze balalise.+ Roma 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yabelanani nabo bangcwele ngokweemfuno zabo.+ Landelani ikhondo lokubuk’ iindwendwe.+ Hebhere 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Musani ukulibala ukubuk’ iindwendwe,+ kuba ngako bambi, bengazi bona, baye bamkela iingelosi.+ 1 Petros 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bukanani ngaphandle kokumbombozela.+
15 Ngenxa yoko baphambukela apho ukuze bangene balalise eGibheya. Kwaye bangena baza bahlala phantsi kwindawo yembutho yesixeko, akwabakho mntu ubamkelela endlwini ukuze balalise.+