-
ABagwebi 19:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 Yasuka ke indoda+ ukuze ihambe, yona neshweshwe layo+ nomlindi wayo;+ kodwa umkhwe wayo, uyise webhinqa elo, wathi kuyo: “Khangela, ngoku! Imini ithambekele ekubeni kube ngokuhlwa. Ncedani, nilalise.+ Yabona kuyahlwa. Lalisa apha, nentliziyo yakho mayichwayite.+ Kwaye nimele nivuke ekuseni ngomso nilungiselele uhambo lwenu, nize niye ententeni yenu.”
-