IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 19:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngaphambi kokuba zilale, amadoda esixeko, amadoda aseSodom, ayingqonga indlu,+ kususela enkwenkweni kwesa kwindoda endala, bonke abantu belihlokondiba elinye.+

  • ABagwebi 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye abanini-mhlaba baseGibheya basuka nxamnye nam baza bayingqonga indlu ebusuku ngenxa yam. Babegqibe kwelokuba babulale mna, kodwa badlwengula+ ishweshwe lam, laza lafa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share