Genesis 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye bamemeza kuLote besithi kuye: “Aphi laa madoda angene kwakho ngobu busuku? Wakhuphele kuthi ukuze sibe neentlobano zokwazana nawo.”+ Levitikus 20:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Ukuba ithe indoda yalala nendoda njengokuba kulalwa nomfazi, bobabini benze into ecekisekayo.+ Mababulawe bafe. Igazi labo liphezu kwabo. Roma 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 namadoda akushiya ukusebenza kwemvelo kwamabhinqa+ aza atshisekelana ngamandla, amadoda ekhanuka amadoda,+ esebenza oko kungamanyala,+ ezamkelela imbuyekezo ezeleyo,+ eyayiwafanele ngenxa yesiphoso sawo.+ 1 Korinte 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+ Yuda 7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+
5 Yaye bamemeza kuLote besithi kuye: “Aphi laa madoda angene kwakho ngobu busuku? Wakhuphele kuthi ukuze sibe neentlobano zokwazana nawo.”+
13 “‘Ukuba ithe indoda yalala nendoda njengokuba kulalwa nomfazi, bobabini benze into ecekisekayo.+ Mababulawe bafe. Igazi labo liphezu kwabo.
27 namadoda akushiya ukusebenza kwemvelo kwamabhinqa+ aza atshisekelana ngamandla, amadoda ekhanuka amadoda,+ esebenza oko kungamanyala,+ ezamkelela imbuyekezo ezeleyo,+ eyayiwafanele ngenxa yesiphoso sawo.+
9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+
7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+