22 Ngoxa babechwayitisa iintliziyo zabo,+ khangela! amadoda esixeko, amadoda angamatshivela,+ angqonga indlu,+ etyhalana ngasemnyango; aza athi kwindoda endala, umninindlu: “Khupha le ndoda ize endlwini yakho, ukuze sibe neentlobano zokwazana nayo.”+