ABagwebi 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yandula ke yangena endlwini yayo yathabatha isitshetshe sokuxhela yalibamba ishweshwe layo yalinqunqa ngokwamathambo alo langamalungu alishumi elinesibini+ yaza yalithumela kuyo yonke imimandla yakwaSirayeli.+
29 Yandula ke yangena endlwini yayo yathabatha isitshetshe sokuxhela yalibamba ishweshwe layo yalinqunqa ngokwamathambo alo langamalungu alishumi elinesibini+ yaza yalithumela kuyo yonke imimandla yakwaSirayeli.+