-
1 Samuweli 11:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Ngoko wathabatha iinkunzi zeenkomo ezimbini wazinqunqa waza wazithumela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli+ ngesandla sabathunywa, esithi: “Nabani na kuthi ongathanga aphume njengomlandeli kaSawule nokaSamuweli, ziya kwenjiwa nje iinkomo zakhe!”+ Abantu ke bafikelwa kukunkwantya+ nguYehova+ kangangokuba baphuma njengandoda-nye.+
-