Levitikus 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “‘Musa ukuyihlambela intombi yakho ngokuyenza unongogo,+ ukuze ilizwe lingazaliswa bubunongogo nakukuziphatha okuvakalala.+ Levitikus 20:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Indoda esukuba ithabatha ibhinqa kunye nonina, yihambo evakalala leyo.+ Mayitshiswe ngomlilo yona kunye nabo,+ ukuze kungaqhubeki kukho ihambo evakalala+ phakathi kwenu. INdumiso 119:150 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 150 Abo basukela ihambo evakalala+ basondele;Bashenxele kude emthethweni wakho.+ IMizekeliso 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kosisiyatha ukuqhubeka nehambo evakalala kunjengomdlalo,+ kodwa ubulumko bobomntu onokuqonda.+ 1 Petros 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+
29 “‘Musa ukuyihlambela intombi yakho ngokuyenza unongogo,+ ukuze ilizwe lingazaliswa bubunongogo nakukuziphatha okuvakalala.+
14 “‘Indoda esukuba ithabatha ibhinqa kunye nonina, yihambo evakalala leyo.+ Mayitshiswe ngomlilo yona kunye nabo,+ ukuze kungaqhubeki kukho ihambo evakalala+ phakathi kwenu.
3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+