ABagwebi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwathi emva kokufa+ kukaYoshuwa oonyana bakaSirayeli babuza+ kuYehova, besithi: “Ngubani na kuthi oya kunyuka kuqala aye kumaKanan ukuze alwe nawo?”
1 Kwathi emva kokufa+ kukaYoshuwa oonyana bakaSirayeli babuza+ kuYehova, besithi: “Ngubani na kuthi oya kunyuka kuqala aye kumaKanan ukuze alwe nawo?”