IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 27:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”

  • ABagwebi 20:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwaye asuka aya eBheteli aya kubuza kuThixo.+ Baza oonyana bakaSirayeli bathi: “Ngubani na apha kuthi ofanele kukukhokela ukuya edabini nxamnye noonyana bakaBhenjamin?”+ UYehova wathi: “UYuda makakhokele.”+

  • IMizekeliso 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kholosa ngoYehova ngayo yonke intliziyo yakho,+ ungayami ngokwakho ukuqonda.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share