Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ Yeremiya 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘“Kuba ubuso bam ndibubhekise kwesi sixeko ukuze kube yintlekele kungekhona okulungileyo,”+ utsho uYehova. “Siya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kusitshisa ngomlilo.”+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+
10 “‘“Kuba ubuso bam ndibubhekise kwesi sixeko ukuze kube yintlekele kungekhona okulungileyo,”+ utsho uYehova. “Siya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kusitshisa ngomlilo.”+