2 Kronike 36:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+ Yeremiya 17:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘“Kodwa ukuba anithanga nindithobele ngokuwungcwalisa umhla wesabatha nokungathwali mthwalo,+ kodwa nangena nawo ngamasango eYerusalem ngomhla wesabatha, ndowatshisa ngomlilo amasango ayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziqwenga iinqaba zokuhlala zaseYerusalem+ yaye awuyi kucinywa.”’”+ Yeremiya 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Hamba, uze uthi kuZedekiya ukumkani wakwaYuda,+ ewe, umele uthi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yabona, esi sixeko ndisinikela esandleni sokumkani waseBhabhiloni,+ yaye umele asitshise ngomlilo.+ Yeremiya 37:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuba beniwuxabele wonke umkhosi wamajoni wamaKhaledi alwayo nani+ kuze kusale phakathi kwawo amadoda ahlatyiweyo,+ ebeya kuvuka nganye ententeni yayo aze asitshise esi sixeko ngomlilo.”’” Yeremiya 39:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Indlu yokumkani nezindlu zabantu amaKhaledi azitshisa ngomlilo,+ neendonga zaseYerusalem azidiliza.+ Yeremiya 52:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nayo yonke indlu enkulu wayitshisa ngomlilo.+
19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+
27 “‘“Kodwa ukuba anithanga nindithobele ngokuwungcwalisa umhla wesabatha nokungathwali mthwalo,+ kodwa nangena nawo ngamasango eYerusalem ngomhla wesabatha, ndowatshisa ngomlilo amasango ayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziqwenga iinqaba zokuhlala zaseYerusalem+ yaye awuyi kucinywa.”’”+
2 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Hamba, uze uthi kuZedekiya ukumkani wakwaYuda,+ ewe, umele uthi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yabona, esi sixeko ndisinikela esandleni sokumkani waseBhabhiloni,+ yaye umele asitshise ngomlilo.+
10 Kuba ukuba beniwuxabele wonke umkhosi wamajoni wamaKhaledi alwayo nani+ kuze kusale phakathi kwawo amadoda ahlatyiweyo,+ ebeya kuvuka nganye ententeni yayo aze asitshise esi sixeko ngomlilo.”’”
8 Indlu yokumkani nezindlu zabantu amaKhaledi azitshisa ngomlilo,+ neendonga zaseYerusalem azidiliza.+
13 Wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nayo yonke indlu enkulu wayitshisa ngomlilo.+