-
Yoshuwa 8:24INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
24 Yaye kwenzeka ukuba ngoxa uSirayeli wayegqiba ukubulala bonke abemi baseAyi ezweni, kwintlango ababebasukela kuyo, bawa bonke, ngohlangothi lwekrele de baphela. Emva koko wonke uSirayeli wabuyela eAyi waza wayixabela ngohlangothi lwekrele.
-