ABagwebi 20:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngaloo ndlela ishumi lamawaka amadoda awayenyuliwe kuye wonke uSirayeli leza ngaphambi kweGibheya, yaye umlo wawunzima; kwaye amaBhenjamin ayengazi ukuba ayeza kufikelwa yintlekele.+
34 Ngaloo ndlela ishumi lamawaka amadoda awayenyuliwe kuye wonke uSirayeli leza ngaphambi kweGibheya, yaye umlo wawunzima; kwaye amaBhenjamin ayengazi ukuba ayeza kufikelwa yintlekele.+