IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye kwenzeka ukuba, kamsinya nje akukubona oko ukumkani waseAyi, amadoda esixeko akhawuleza avuka ekuseni aphuma aya kuhlangabezana noSirayeli edabini, yena nabo bonke abantu bakhe, ngexesha elimisiweyo, phambi kwethafa eliyinkqantosi. Ke yena, wayengazi ukuba kwakukho abamlaleleyo emva kwesixeko.+

  • ABagwebi 20:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Amadoda akwaSirayeli aphethuka,+ aza aphazamiseka amadoda akwaBhenjamin,+ kuba abona ukuba ayefikelwe yintlekele.+

  • IMizekeliso 4:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Indlela yabangendawo injengesithokothoko;+ abakwazi oko bakhubeka kuko.+

  • IMizekeliso 28:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Unoyolo umntu onkwantya rhoqo,+ kodwa oyenza lukhuni intliziyo yakhe uya kuwela kwintlekele.+

  • IMizekeliso 29:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share