ABagwebi 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+ 1 Samuweli 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 NoYehova ke wathumela uYerubhahali+ noBhedan noYifeta+ noSamuweli+ waza wanikhulula esandleni seentshaba zenu macala onke, ukuze nihlale ninqabisekile.+
9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+
11 NoYehova ke wathumela uYerubhahali+ noBhedan noYifeta+ noSamuweli+ waza wanikhulula esandleni seentshaba zenu macala onke, ukuze nihlale ninqabisekile.+