IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Wakuba sezingxakini ezinkulu, ekuzalisekeni kwawo onke la mazwi ekupheleni kwemihla, uya kwandula ke ubuyele kuYehova uThixo wakho+ uze uliphulaphule ilizwi lakhe.+

  • ABagwebi 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye xa uYehova wayebavelisela abagwebi,+ uYehova wayesiba nomgwebi lowo, yaye wayebahlangula kwisandla seentshaba zabo yonke imihla yomgwebi lowo; kuba uYehova wayezisola+ ngokugcuma kwabo ngenxa yabacinezeli babo+ nabo babebatyhalatyhala.

  • ABagwebi 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Ngoko uYehova wabavelisela umsindisi, uEhudi+ unyana kaGera, umBhenjamin,+ indoda elinxele.+ Ekuhambeni kwexesha oonyana bakaSirayeli bathumela unikelo ngesandla sakhe kuEglon ukumkani wakwaMowabhi.

  • INdumiso 107:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Bamemeza kuYehova becela uncedo ekubandezelekeni kwabo;+

      Njengesiqhelo ke wabasindisa kwiingcinezelo ezaziphezu kwabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share