Eksodus 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa wathi uMoses: “Kofuneka usinike ezandleni umbingelelo neminikelo etshiswayo, njengoko simele sinikele ngazo kuYehova uThixo wethu.+ Levitikus 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Ukuba umnikelo wakhe ngumnikelo otshiswayo+ wasemhlambini,+ ufanele asondeze iduna eliphilileyo. Wolisondeza emnyangweni wentente yokuhlangana ngokuzithandela kwakhe phambi kukaYehova.+
25 Kodwa wathi uMoses: “Kofuneka usinike ezandleni umbingelelo neminikelo etshiswayo, njengoko simele sinikele ngazo kuYehova uThixo wethu.+
3 “‘Ukuba umnikelo wakhe ngumnikelo otshiswayo+ wasemhlambini,+ ufanele asondeze iduna eliphilileyo. Wolisondeza emnyangweni wentente yokuhlangana ngokuzithandela kwakhe phambi kukaYehova.+