Levitikus 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nize ningafungi ngobuxoki ngegama lam,+ ukuze nilihlambele igama loThixo wenu. NdinguYehova. ABagwebi 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku amadoda akwaSirayeli ayefungile eMizpa,+ esithi: “Ayikho indoda kuthi eya kunikela intombi yayo kuBhenjamin njengomfazi.”+ INdumiso 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+ Mateyu 5:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+
21 Ke kaloku amadoda akwaSirayeli ayefungile eMizpa,+ esithi: “Ayikho indoda kuthi eya kunikela intombi yayo kuBhenjamin njengomfazi.”+
4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+
33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+