Yoshuwa 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+ ABagwebi 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Noko ke, afumana kubemi baseYabheshe-giliyadi+ amantombazana angamakhulu amane, aziintombi ezinyulu,+ angazange abe nantlobano zokwazana nendoda ngokulala nendoda. Ngoko awazisa enkampini eShilo,+ ekwilizwe laseKanan.
18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+
12 Noko ke, afumana kubemi baseYabheshe-giliyadi+ amantombazana angamakhulu amane, aziintombi ezinyulu,+ angazange abe nantlobano zokwazana nendoda ngokulala nendoda. Ngoko awazisa enkampini eShilo,+ ekwilizwe laseKanan.