Yoshuwa 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+ ABagwebi 18:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye bawugcina umfanekiso oqingqiweyo kaMika, awayewenzile, bazimisela wona ngayo yonke imihla indlu+ yoTHIXO oyinyaniso eyaqhubeka ikho eShilo.+ 1 Samuweli 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwaye iminyaka ngeminyaka loo ndoda yayinyuka ivela kwisixeko sakowayo ukuya kuqubuda+ nokubingelela kuYehova wemikhosi eShilo.+ Babengababingeleli bakaYehova+ apho ke oonyana bakaEli ababini, uHofeni noFinehasi.+
18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+
31 Yaye bawugcina umfanekiso oqingqiweyo kaMika, awayewenzile, bazimisela wona ngayo yonke imihla indlu+ yoTHIXO oyinyaniso eyaqhubeka ikho eShilo.+
3 Kwaye iminyaka ngeminyaka loo ndoda yayinyuka ivela kwisixeko sakowayo ukuya kuqubuda+ nokubingelela kuYehova wemikhosi eShilo.+ Babengababingeleli bakaYehova+ apho ke oonyana bakaEli ababini, uHofeni noFinehasi.+