ABagwebi 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+
9 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo kuYehova.+ Waza uYehova wabavelisela umsindisi+ oonyana bakaSirayeli ukuze abasindise, uOteniyeli+ unyana kaKenazi,+ umninawa kaKalebhi.+