Genesis 19:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla. ABagwebi 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwathi emva kwethuba oonyana baka-Amoni balwa noSirayeli.+
38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla.