ABagwebi 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ekuhambeni kwexesha oonyana baka-Amoni+ babizelwa ndawonye baza bamisa ikampu eGiliyadi.+ Ngoko oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye baza bamisa inkampu eMizpa.+
17 Ekuhambeni kwexesha oonyana baka-Amoni+ babizelwa ndawonye baza bamisa ikampu eGiliyadi.+ Ngoko oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye baza bamisa inkampu eMizpa.+