IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 5:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYaheli+ umfazi kaHebheri umKeni+ ngoyena uya kusikelelwa phakathi kwabafazi,

      Phakathi kwabafazi ententeni ngoyena uya kusikelelwa.+

  • ABagwebi 5:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Wolulela isandla sakhe esikhonkwaneni sentente,

      Nesandla sakhe sokunene kwisando somthi sabasebenzi abakhutheleyo.+

      Yaye wambethelela uSisera, wayigqobhoza intloko yakhe,+

      Kwaye waziqhekeza waza wazigqobhoza iintlafuno zakhe.

  • ABagwebi 9:54
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 54 Ngoko wakhawuleza wabiza umlindi owayethwele izixhobo zakhe wathi kuye: “Rhola ikrele lakho undibulale,+ ngokoyikela ukuba baya kuthi ngam, ‘Ubulewe ngumfazi.’” Ngokukhawuleza umlindi wakhe wamhlaba, waza wafa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share