ABagwebi 3:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Emva kwakhe kwabakho uShamgare+ unyana ka-Anati, kwaye waxabela amaFilisti,+ amadoda angamakhulu amathandathu, ngoviko lweenkomo; naye wamsindisa uSirayeli.+
31 Emva kwakhe kwabakho uShamgare+ unyana ka-Anati, kwaye waxabela amaFilisti,+ amadoda angamakhulu amathandathu, ngoviko lweenkomo; naye wamsindisa uSirayeli.+