ABagwebi 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku wafumana ithambo lomhlathi we-esile eliliduna elifumileyo waza wolula isandla sakhe walithabatha, waxabela iwaka lamadoda ngalo.+ 1 Samuweli 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku kwakungafumaneki mkhandi kulo lonke ilizwe lakwaSirayeli, ngenxa yokuba amaFilisti ayethe: “Ukuze amaHebhere angenzi krele okanye mkhonto.”+ 1 Samuweli 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaza ke ngemini yedabi akwafunyanwa krele+ okanye mkhonto esandleni sakhe nabani na ebantwini ababekunye noSawule noYonatan; kodwa kwafunyanwa elikaSawule+ nelikaYonatan unyana wakhe. 1 Samuweli 17:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+ 1 Samuweli 17:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ngoko uDavide, ngesilingi nelitye, wangqineka omelele kunomFilisti waza wambetha umFilisti wambulala; yaye wayengenakrele esandleni uDavide.+
15 Ke kaloku wafumana ithambo lomhlathi we-esile eliliduna elifumileyo waza wolula isandla sakhe walithabatha, waxabela iwaka lamadoda ngalo.+
19 Ke kaloku kwakungafumaneki mkhandi kulo lonke ilizwe lakwaSirayeli, ngenxa yokuba amaFilisti ayethe: “Ukuze amaHebhere angenzi krele okanye mkhonto.”+
22 Kwaza ke ngemini yedabi akwafunyanwa krele+ okanye mkhonto esandleni sakhe nabani na ebantwini ababekunye noSawule noYonatan; kodwa kwafunyanwa elikaSawule+ nelikaYonatan unyana wakhe.
47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+
50 Ngoko uDavide, ngesilingi nelitye, wangqineka omelele kunomFilisti waza wambetha umFilisti wambulala; yaye wayengenakrele esandleni uDavide.+