IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kwaoko uSisera wabizela ndawonye zonke iinqwelo zakhe zokulwa, iinqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ nabo bonke abantu ababekunye naye, ngaphandle kweHarosheti yeentlanga ukuya kwintlambo yaseKishon.+

  • INdumiso 44:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+

      Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+

      Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,

      Kuba wakholiswa ngabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share