Duteronomi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+ ABagwebi 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini.
20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+
3 Oonyana bakaSirayeli badanduluka kuYehova,+ ngenxa yokuba wayeneenqwelo zokulwa ezingamakhulu asithoba ezinamarhengqa amakhulu entsimbi,+ yaye yena wabacinezela ngobungqwabalala oonyana bakaSirayeli+ iminyaka engamashumi amabini.