ABagwebi 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi kamsinya nje akuva uGidiyon ukubaliswa kwephupha nokucaciswa kwalo,+ wanqula.+ Emva koko wabuyela enkampini yakwaSirayeli waza wathi: “Vukani,+ kuba uYehova uyinikele esandleni senu inkampu yakwaMidiyan.” 1 Samuweli 17:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+
15 Kwathi kamsinya nje akuva uGidiyon ukubaliswa kwephupha nokucaciswa kwalo,+ wanqula.+ Emva koko wabuyela enkampini yakwaSirayeli waza wathi: “Vukani,+ kuba uYehova uyinikele esandleni senu inkampu yakwaMidiyan.”
47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+