ABagwebi 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kamva ingelosi kaYehova yeza+ yaza yahlala phantsi komthi omkhulu owawuseOfra, owawungokaYowashe umAbhi-ezere,+ ngoxa uGidiyon+ unyana wakhe wayebhula ingqolowa esixovulelweni sewayini ukuze ayifihle ngokukhawuleza ingabonwa nguMidiyan. ABagwebi 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye uGidiyon wenza ngazo iefodi,+ wabonisa ngayo esixekweni sakhe iOfra;+ kwaye wonke uSirayeli waqalisa ukuba neentlobano zokuziphatha okubi nayo apho,+ kangangokuba yaba ngumgibe kuGidiyon nakwindlu yakhe.+
11 Kamva ingelosi kaYehova yeza+ yaza yahlala phantsi komthi omkhulu owawuseOfra, owawungokaYowashe umAbhi-ezere,+ ngoxa uGidiyon+ unyana wakhe wayebhula ingqolowa esixovulelweni sewayini ukuze ayifihle ngokukhawuleza ingabonwa nguMidiyan.
27 Yaye uGidiyon wenza ngazo iefodi,+ wabonisa ngayo esixekweni sakhe iOfra;+ kwaye wonke uSirayeli waqalisa ukuba neentlobano zokuziphatha okubi nayo apho,+ kangangokuba yaba ngumgibe kuGidiyon nakwindlu yakhe.+