IMizekeliso 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ulindelo lwamalungisa luluvuyo,+ kodwa ithemba labangendawo liya kutshabalala.+ IMizekeliso 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+
2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+