INdumiso 112:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ongendawo uya kubona aze ngokuqinisekileyo aqumbe.+ ש [Shin]Uya kutshixiza amazinyo aze okunene anyibilike.+ ת [Taw]Umnqweno wabangendawo uya kutshabalala.+ IMizekeliso 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa umntu ongendawo esifa, liyatshabalala ithemba lakhe;+ kwanolindelo olusekelwe emandleni lutshabalele.+ Mateyu 25:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+ 2 Tesalonika 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+
10 Ongendawo uya kubona aze ngokuqinisekileyo aqumbe.+ ש [Shin]Uya kutshixiza amazinyo aze okunene anyibilike.+ ת [Taw]Umnqweno wabangendawo uya kutshabalala.+
7 Xa umntu ongendawo esifa, liyatshabalala ithemba lakhe;+ kwanolindelo olusekelwe emandleni lutshabalele.+
46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+
9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+