ABagwebi 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ekuhambeni kwexesha kwabonakala ingelosi kaYehova kulo mfazi+ yaza yathi kuye: “Ke kaloku, khangela, uludlolo kwaye akuzalanga mntwana. Yaye ngokuqinisekileyo uya kumitha uze uzale unyana.+
3 Ekuhambeni kwexesha kwabonakala ingelosi kaYehova kulo mfazi+ yaza yathi kuye: “Ke kaloku, khangela, uludlolo kwaye akuzalanga mntwana. Yaye ngokuqinisekileyo uya kumitha uze uzale unyana.+