IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko yaqhubeka yathi: “Ngokuqinisekileyo ndiya kubuyela kuwe kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye, khangela! uSara umfazi wakho uya kuba nonyana.”+ Waye ke uSara ephulaphule esemnyangweni wentente, yona yayisemva kwendoda leyo.

  • 1 Samuweli 1:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko kwathi ekupheleni konyaka uHana wamitha, wazala unyana, wambiza ngokuba nguSamuweli igama lakhe,+ ngokuba wayesithi, “ndimcele+ kuYehova.”

  • 2 Kumkani 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wandula ke wathi: “Ngeli xesha limisiweyo kunyaka ozayo uya kube uwola unyana.”+ Kodwa wathi: “Hayi, nkosi yam, mntu kaTHIXO oyinyaniso! Musa ukuxoka ngesicakakazi sakho.”

  • Luka 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Noko ke, ingelosi yathi kuye: “Musa ukoyika, Zekariya, kuba isikhungo sakho siviwe ngokukholekileyo,+ yaye umfazi wakho uElizabhete uya kuba ngunina wonyana wakho, ibe uya kumbiza ngokuba nguYohane+ igama lakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share