IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 43:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko uSirayeli uyise wathi kubo: “Ukuba, ke, kunjalo,+ yenzani oku: Fakani eyona mveliso intle yelizwe kwizikhongozelo zenu nize nihle nayo, niphathele indoda leyo njengesipho:+ intwana yebhalsam,+ nentwana yobusi,+ intlaka emhlophe nentlaka emnandi,+ iinkozo zepistasi neeamangile.+

  • Eksodus 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndihlile ke ukuze ndibahlangule esandleni samaYiputa+ ndize ndibanyuse baphume kwelo lizwe, baye ezweni elilungileyo neliphangaleleyo, ezweni eliqukuqela ubisi nobusi,+ endaweni yamaKanan namaHiti nama-Amori namaPerizi namaHivi namaYebhusi.+

  • Duteronomi 32:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wamkhwelisa kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba,+

      Wadla ke imveliso yasendle.+

      Wammfimfithisa ubusi engxondorheni,+

      Neoli eweni leqhwitha;+

  • IMizekeliso 24:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Nyana wam, yidla ubusi, kuba bulungile; nenqatha lobusi libe senkalakahleni yakho.+

  • Mateyu 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke uYohane lowo, isinxibo sakhe sasisesoboya+ benkamela, enombhinqo+ wethwathwa esinqeni sakhe; ukutya kwakhe nako kwakuziinkumbi+ nobusi+ basendle.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share