ABagwebi 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke kaloku emva kwethuba wabuyela kuye ukuze amthabathe amse ekhaya.+ Ngelo xesha waphambuka waya kukhangela isidumbu sengonyama, kwaye apho kwakukho ibubu leenyosi kwisidumbu sengonyama, nobusi.+
8 Ke kaloku emva kwethuba wabuyela kuye ukuze amthabathe amse ekhaya.+ Ngelo xesha waphambuka waya kukhangela isidumbu sengonyama, kwaye apho kwakukho ibubu leenyosi kwisidumbu sengonyama, nobusi.+