ABagwebi 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi emva kwethuba, ngemihla yokuvuna ingqolowa, uSamson watyelela umfazi wakhe enetakane+ lebhokhwe. Ngoko wathi: “Ndiza kungena emfazini wam kwigumbi langaphakathi.”+ Yaye uyise womfazi akazange amvumele ukuba angene.
15 Kwathi emva kwethuba, ngemihla yokuvuna ingqolowa, uSamson watyelela umfazi wakhe enetakane+ lebhokhwe. Ngoko wathi: “Ndiza kungena emfazini wam kwigumbi langaphakathi.”+ Yaye uyise womfazi akazange amvumele ukuba angene.