Genesis 38:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wathi: “Ndiya kukuthumelela itakane lebhokhwe elisemhlambini.” Kodwa wathi yena: “Wondinika isibambiso na ude ulithumele?”+ 1 Samuweli 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko uYese wathabatha iesile, isonka nentsuba+ yewayini netakane lebhokhwe waza wathumela kuSawule ngesandla sikaDavide unyana wakhe.+ Luka 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ekuphenduleni wathi kuyise, ‘Ndineminyaka emininzi ndilikhoboka lakho yaye andizange nakanye ndinxaxhe kumyalelo wakho, ukanti mna akuzange nakanye undinike netakane eli ukuze ndiziyolise nabahlobo bam.+
17 Wathi: “Ndiya kukuthumelela itakane lebhokhwe elisemhlambini.” Kodwa wathi yena: “Wondinika isibambiso na ude ulithumele?”+
20 Ngoko uYese wathabatha iesile, isonka nentsuba+ yewayini netakane lebhokhwe waza wathumela kuSawule ngesandla sikaDavide unyana wakhe.+
29 Ekuphenduleni wathi kuyise, ‘Ndineminyaka emininzi ndilikhoboka lakho yaye andizange nakanye ndinxaxhe kumyalelo wakho, ukanti mna akuzange nakanye undinike netakane eli ukuze ndiziyolise nabahlobo bam.+