Yoshuwa 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+ ABagwebi 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Emva koko uYuda wayithimba iGaza+ nommandla wayo neAshkelon+ nommandla wayo ne-Ekron+ nommandla wayo. Yeremiya 47:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 IGaza+ iya kucheba inkqayi.+ IAshkelon+ bayitsho yathi cwaka. Owu ntsalela esentilini yabo, kuya kude kube nini na nimana nizicenta?+
3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+
18 Emva koko uYuda wayithimba iGaza+ nommandla wayo neAshkelon+ nommandla wayo ne-Ekron+ nommandla wayo.
5 IGaza+ iya kucheba inkqayi.+ IAshkelon+ bayitsho yathi cwaka. Owu ntsalela esentilini yabo, kuya kude kube nini na nimana nizicenta?+