Yeremiya 25:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nalo lonke iqela elingumxube, nabo bonke ookumkani belizwe lakwaUtse,+ nabo bonke ookumkani belizwe lamaFilisti+ naseAshkelon+ naseGaza+ nase-Ekron+ nentsalela yaseAshdode;+ Zekariya 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 IAshkelon iya kubona ize yoyike; yona ke iGaza, iya kuva iintlungu eziqatha; ne-Ekron,+ ngenxa yokuba ithemba ekhangele+ kulo liya kudana. Nokumkani ngokuqinisekileyo uya kutshabalala eGaza, neAshkelon ayiyi kumiwa.+
20 nalo lonke iqela elingumxube, nabo bonke ookumkani belizwe lakwaUtse,+ nabo bonke ookumkani belizwe lamaFilisti+ naseAshkelon+ naseGaza+ nase-Ekron+ nentsalela yaseAshdode;+
5 IAshkelon iya kubona ize yoyike; yona ke iGaza, iya kuva iintlungu eziqatha; ne-Ekron,+ ngenxa yokuba ithemba ekhangele+ kulo liya kudana. Nokumkani ngokuqinisekileyo uya kutshabalala eGaza, neAshkelon ayiyi kumiwa.+