17 Nabantu abayifaki iwayini entsha kwiintsuba zewayini ezindala; kodwa ukuba benjenjalo, zandula ke iintsuba zewayini zigqabhuke ize iwayini iphalale neentsuba zewayini zonakale.+ Kodwa abantu bafaka iwayini entsha kwiintsuba zewayini ezintsha, kwaye zombini ezo zinto ziyagcinakala.”+