Yoshuwa 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+ Yoshuwa 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye kwathi besakomelela oonyana bakaSirayeli,+ bawasebenzisa ngokuwaqhuba ngebhaxa amaKanan,+ yaye abazange bawahluthe ngokupheleleyo ilizwe lawo.+
10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+
13 Yaye kwathi besakomelela oonyana bakaSirayeli,+ bawasebenzisa ngokuwaqhuba ngebhaxa amaKanan,+ yaye abazange bawahluthe ngokupheleleyo ilizwe lawo.+