Yoshuwa 16:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa inzala kaEfrayim ayizange iwagxothe amaKanan awayehlala eGezere,+ ngoko amaKanan asahlala nenzala kaEfrayim nanamhlanje,+ yaye asetyenziswa ngenkani.+
10 Kodwa inzala kaEfrayim ayizange iwagxothe amaKanan awayehlala eGezere,+ ngoko amaKanan asahlala nenzala kaEfrayim nanamhlanje,+ yaye asetyenziswa ngenkani.+